Description
Author: Akhona Mavuso
Format: Paperback
Dimensions: A5
Language: Xhosa
Publisher: Zion Publications
Coming Soon!
Ubomi basekasi bumfundise ukuba indoda kufuneka ithule, inyamezele, kwaye ingaze ibonakalise ubuthathaka. Kodwa emva kobundlobongela, ukungcatshwa, nobomi obunzima basezitratweni, uLuyolo uqala ukuwa ngaphakathi. Xa iimfihlo zexesha elidlulileyo zibuya zimhlasela, kufuneka akhethe phakathi kwempindezelo okanye ukusindisa ubomi bakhe ngaphambi kokuba kube semva kwexesha.
Township life taught him that a man must stay silent, endure pain, and never show weakness. But after violence, betrayal, and the harsh realities of street life, Luyolo begins falling apart inside. When secrets from his past come back to haunt him, he must choose between revenge or saving his own life before it is too late.
Author: Akhona Mavuso
Format: Paperback
Dimensions: A5
Language: Xhosa
Publisher: Zion Publications